Imali

Ebhayi

by Ami Faku

on Imali (2019)

[Intro]
Sohlangana e
Bhayi

[Verse 1]
Amehlo abomvu, kudinikile
Nabatshana bami banqabile
Bathi: "Fun' imali bo!"
Bathi: "Uvel' Egoli!"
Ndikhweli eteksini
Ndimva esithi: "Engaphuma eTVini lo!"
Uthi mak'thini?

[Pre-Chorus]
Ndiyayaz' ndiphilelan'
Ndinamandla okuqhubeka
At least ndiyazi kufudumele ekhaya

[Chorus]
Hayi yeah
Nii halile
Sohlangana e
Bhayi
Sobonana e
Bhayi
Hayi yeah
Nii halile
Sohlangana e
Bhayi
Sobonana e
Bhayi

[Verse 2]
Ndam'kelekile ekhaya xa beng'bona
Bathi: "Molo, unjani?
Ndiright, akhonto."

[Pre-Chorus]
Ndiyayaz' ndiphilelan'
Ndinamandla wok'qhubeka
At least ndiyazi kufudumele ekhaya

[Chorus]
Hayi yeah
Nii halile
Sohlangana e
Bhayi
Sobonana e
Bhayi
Hayi yeah
Nii halile
Sohlangana e
Bhayi
Sobonana e
Bhayi

[Bridge]
Oh! Thina, thina, thina, thina
Siyeza lana mama (zoo-mpe-mpe-mpe)
Eh! Thina, thina, thina, thina
Siyeza lana mama (zoo-mpe-mpe-mpe)

[Chorus]
Hayi yeah
Nii halile (woah-oh)
Sohlangana e
Bhayi
Sobonana e
Bhayi
Hayi yeah (Hayi yeah)
Nii halile (Nihalile)
Sohlangana e
Bhayi (Yeah yeah)
Sobonana e
Bhayi (Ayyi!)

Song Comments
On Ebhayi by Ami Faku

Must have JavaScript enabled to comment.